95.The Fig

  1. Ndifunga ngomkhiwane nangomnquma
  2. Nangentaba yeSinayi
  3. Nangesi sixeko sokhuseleko (saseMakkah)
  4. Inene umntu Samdala ngesona simo silungileyo
  5. Saphinda Samthobisela kowona mgangatho uphantsi
  6. Ngaphandle kwabo bakholwayo benze imisebenzi yobulungisa. Okwabo iya kuba ngumvuzo ongeze usilele
  7. Yintoni ke emva koku enibangela ukuba niyiphike inkolo
  8. AyingoAllâh na Oyena Mgwebi Unobuluko kubagwebi