103.The Declining Day, Epoch

  1. Nidfunga ngexesha
  2. Inene umntu usekulahlekeni
  3. Ngaphandle kwabo bakholwayo, benza izenzo zobulungisa, bafundisane ngenyaniso, bafundisane nangomonde